U’Welintaba usasaza iincwadana zezibalo, ngolwimi lwesiXhosa, kwabafundi abafuna ukufunda izibalo ngolwimi lwabo.

Ulwimi lixhanti lesizwe.